Isaya 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndiya kusibuyisela phezu kwakho isandla sam, ndiyinyibilikise intlenge yakho ngokungathi kungesoda, ndiyishenxise yonke intsila yakho.+ Yeremiya 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Yabona, ndiyabanyibilikisa, kwaye ndiya kubahlolisisa,+ kuba xa kungenjalo ndingenza njani ngenxa yentombi yabantu bam?+
25 Ndiya kusibuyisela phezu kwakho isandla sam, ndiyinyibilikise intlenge yakho ngokungathi kungesoda, ndiyishenxise yonke intsila yakho.+
7 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Yabona, ndiyabanyibilikisa, kwaye ndiya kubahlolisisa,+ kuba xa kungenjalo ndingenza njani ngenxa yentombi yabantu bam?+