INdumiso 66:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba usihlolisisile, Thixo;+Usisulungekisile njengaxa kusulungekiswa isilivere.+ Isaya 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndiya kusibuyisela phezu kwakho isandla sam, ndiyinyibilikise intlenge yakho ngokungathi kungesoda, ndiyishenxise yonke intsila yakho.+ Isaya 48:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Khangela! Ndikusulungekisile, kodwa kungekhona ngohlobo lwesilivere.+ Ndikunyulile ezikweni lokunyibilikisa lenkxwaleko.+ Malaki 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umele ahlale njengomsulungekisi nomcoci wesilivere+ yaye umele abahlambulule oonyana bakaLevi;+ kwaye umele abacikize njengegolide+ nanjengesilivere, yaye ngokuqinisekileyo kuYehova baya kuba ngabantu abanikela umnikelo osisipho+ ngobulungisa.
25 Ndiya kusibuyisela phezu kwakho isandla sam, ndiyinyibilikise intlenge yakho ngokungathi kungesoda, ndiyishenxise yonke intsila yakho.+
10 Khangela! Ndikusulungekisile, kodwa kungekhona ngohlobo lwesilivere.+ Ndikunyulile ezikweni lokunyibilikisa lenkxwaleko.+
3 Umele ahlale njengomsulungekisi nomcoci wesilivere+ yaye umele abahlambulule oonyana bakaLevi;+ kwaye umele abacikize njengegolide+ nanjengesilivere, yaye ngokuqinisekileyo kuYehova baya kuba ngabantu abanikela umnikelo osisipho+ ngobulungisa.