INdumiso 119:165 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 165 Uxolo oluninzi lolwabo bathanda umthetho wakho,+Yaye kubo akukho mqobo usisikhubekiso.+ Isaya 32:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye abantu bam baya kuhlala kwindawo yokuhlala enoxolo nakwiindawo zokuhlala zentembelo epheleleyo nakwiindawo zokuphumla ezingaphazamisekiyo.+ Isaya 66:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Yabonani, ndolulela kuyo uxolo kanye njengomlambo+ nozuko lweentlanga kanye njengomsinga okhukulayo,+ yaye ngokuqinisekileyo niya kwanya.+ Niya kuthwalwa ephangweni, niwolwe emadolweni.+
18 Yaye abantu bam baya kuhlala kwindawo yokuhlala enoxolo nakwiindawo zokuhlala zentembelo epheleleyo nakwiindawo zokuphumla ezingaphazamisekiyo.+
12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Yabonani, ndolulela kuyo uxolo kanye njengomlambo+ nozuko lweentlanga kanye njengomsinga okhukulayo,+ yaye ngokuqinisekileyo niya kwanya.+ Niya kuthwalwa ephangweni, niwolwe emadolweni.+