IMizekeliso 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Musa ukuba phakathi kwabasela iwayini kakhulu,+ phakathi kwabadli benyama abangamadla-kudla.+ IMizekeliso 31:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 akafanele asele kuba hleze akulibale okumiselweyo aze aligqwethe ibango lakhe nawuphi na koonyana benkxwaleko.+ Isaya 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke abo bavuka ekuseni ukuze bafune nje isiselo esinxilisayo,+ abazilazila kude kuhlwe ekutshoneni kwelanga ukuze batshiswe yiwayini!+
5 akafanele asele kuba hleze akulibale okumiselweyo aze aligqwethe ibango lakhe nawuphi na koonyana benkxwaleko.+
11 Yeha ke abo bavuka ekuseni ukuze bafune nje isiselo esinxilisayo,+ abazilazila kude kuhlwe ekutshoneni kwelanga ukuze batshiswe yiwayini!+