2 Kumkani 10:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngaloo mihla uYehova waqala ukumnciphisa ngokuthe ngcembe uSirayeli; yaye uHazayeli+ wabaxabela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,
32 Ngaloo mihla uYehova waqala ukumnciphisa ngokuthe ngcembe uSirayeli; yaye uHazayeli+ wabaxabela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,