IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 15:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+

  • 2 Kumkani 17:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 kwaye abazange baphulaphule kodwa baqhubeka bezenza lukhuni iintamo+ zabo njengeentamo zookhokho babo abangazange babonise ukholo+ kuYehova uThixo wabo;

  • Nehemiya 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+

  • INdumiso 50:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kaloku, wena—uluthiyile uqeqesho,+

      Namazwi am uqhubeka uwaphosela emva kwakho.+

  • Hebhere 10:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Nawuphi na umntu oye wagatya umthetho kaMoses ufa ngaphandle kwemfesane, ngobungqina bababini okanye abathathu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share