IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZililo 3:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Mayisinikele isidlele sayo kulowo kanye uyibethayo.+ Mayibe nongcikivo oluyilingeneyo.+

  • Mika 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ngesi sihlandlo uyazicenta,+ wena ntombi engenelwayo; usingqingile.+ Baya kumbetha ngentonga esidleleni umgwebi wakwaSirayeli.+

  • Luka 22:63
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 63 Amadoda awayemvalele ahlekisa+ ngaye, embetha;+

  • Yohane 18:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Emva kokutsho ezi zinto, omnye wamagosa owayemi khona apho wammpakaza+ uYesu ebusweni waza wathi: “Ngaba leyo yindlela ophendula ngayo umbingeleli oyintloko?”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share