Isaya 50:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndawunikela umhlana wam kubabethi, nezidlele zam+ kwabo baxhwitha iinwele. Andibufihlanga ubuso bam ehlazweni nasekutshicelweni.+ Isaya 53:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+ Mateyu 26:67 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 67 Ngoko bamtshicela ebusweni+ baza bambetha+ ngamanqindi. Abanye bammpakaza ebusweni,+ Marko 14:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 Kwaye bambi baqala ukumtshicela+ nokugqubuthela ubuso bakhe buphela baza bambetha ngamanqindi bathi kuye: “Profeta!” Yaye, bemmpakaza ebusweni, abalindi basenkundleni bamthabatha.+
6 Ndawunikela umhlana wam kubabethi, nezidlele zam+ kwabo baxhwitha iinwele. Andibufihlanga ubuso bam ehlazweni nasekutshicelweni.+
5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+
65 Kwaye bambi baqala ukumtshicela+ nokugqubuthela ubuso bakhe buphela baza bambetha ngamanqindi bathi kuye: “Profeta!” Yaye, bemmpakaza ebusweni, abalindi basenkundleni bamthabatha.+