Isaya 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+ Hebhere 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke masomelele+ kakhulu size sithi: “UYehova ungumncedi wam; andiyi koyika. Angandenza ntoni na umntu?”+
8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+
6 Ngoko ke masomelele+ kakhulu size sithi: “UYehova ungumncedi wam; andiyi koyika. Angandenza ntoni na umntu?”+