IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 25:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku, ngubani na umntu owoyika uYehova?+

      Womyalela indlela aya kuyinyula.+

  • INdumiso 112:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 112 Dumisani uYa!+

      א [ʼAʹleph]

      Unoyolo umntu owoyika uYehova,+

      ב [Behth]

      Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+

  • INtshumayeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.

  • Malaki 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova+ bathetha omnye komnye, ngamnye neqabane lakhe, yaye uYehova wanikela ingqalelo ephulaphule.+ Kwaye incwadi yokukhumbuza yabhalwa phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacinga ngegama lakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share