Yoshuwa 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko baphuma, bona nawo onke amaqela abo ekunye nabo, isizwana esininzi njengentlabathi eselunxwemeni lolwandle ukuba sininzi,+ namahashe+ amaninzi kakhulu neenqwelo zokulwa. 1 Kumkani 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYuda noSirayeli babebaninzi njengentlabathi yolwandle,+ besidla kwaye besela benemihlali.+
4 Ngoko baphuma, bona nawo onke amaqela abo ekunye nabo, isizwana esininzi njengentlabathi eselunxwemeni lolwandle ukuba sininzi,+ namahashe+ amaninzi kakhulu neenqwelo zokulwa.