IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 45:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ke yena uSirayeli, ngokuqinisekileyo uya kusindiswa emanyene noYehova+ ngosindiso lwamaxesha angenammiselo.+ Aniyi kuba naziintloni,+ ningayi kuthotywa+ ukusa kumaxesha angenammiselo kanaphakade.

  • Hebhere 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 yaye emva kokuba enziwe wagqibelela+ waba nembopheleleko yosindiso olungunaphakade+ kubo bonke abo bamthobelayo,+

  • Hebhere 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share