Eksodus 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+ Nehemiya 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wahlukanisa+ ulwandle phambi kwabo, kangangokuba bawela phakathi elwandle kumhlaba owomileyo;+ yaye abo babebasukela wabaphosa enzulwini+ njengelitye+ emanzini anamandla.+ INdumiso 78:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wahlukanisa ulwandle, ukuze abaweze,+waza wabangela amanzi ema njengedama.+
21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+
11 Wahlukanisa+ ulwandle phambi kwabo, kangangokuba bawela phakathi elwandle kumhlaba owomileyo;+ yaye abo babebasukela wabaphosa enzulwini+ njengelitye+ emanzini anamandla.+