Isaya 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Okunene uya kuginya ukufa ngonaphakade,+ yaye iNkosi enguMongami uYehova ngokuqinisekileyo iya kosula iinyembezi ebusweni bonke.+ Nongcikivo lwabantu bakhe uya kulususa emhlabeni wonke,+ kuba uYehova uthethile. Isaya 65:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ndiza kuvuya ngeYerusalem, ndigcobe ngabantu bam;+ yaye asisayi kuphinda siviwe kuyo isandi sokulila okanye isandi sesikhalo esilusizi.”+
8 Okunene uya kuginya ukufa ngonaphakade,+ yaye iNkosi enguMongami uYehova ngokuqinisekileyo iya kosula iinyembezi ebusweni bonke.+ Nongcikivo lwabantu bakhe uya kulususa emhlabeni wonke,+ kuba uYehova uthethile.
19 Ndiza kuvuya ngeYerusalem, ndigcobe ngabantu bam;+ yaye asisayi kuphinda siviwe kuyo isandi sokulila okanye isandi sesikhalo esilusizi.”+