INtshumayeli 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndabuya ke ndazibona zonke izenzo zengcinezelo+ ezenziwayo phantsi kwelanga, yaye, khangela! iinyembezi zabo bacinezelweyo,+ kodwa bengenamthuthuzeli;+ yaye kwicala labacinezeli kwakukho amandla, khon’ ukuze bangabi namthuthuzeli. IZililo 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 IZiyon izolulile izandla zayo.+ Ayinamthuthuzeli.+UYehova unikele umyalelo ngokuphathelele uYakobi kubo bonke abo bamjikelezileyo njengeentshaba zakhe.+IYerusalem iye yaba yinto eyenyanyekayo phakathi kwabo.+
4 Ndabuya ke ndazibona zonke izenzo zengcinezelo+ ezenziwayo phantsi kwelanga, yaye, khangela! iinyembezi zabo bacinezelweyo,+ kodwa bengenamthuthuzeli;+ yaye kwicala labacinezeli kwakukho amandla, khon’ ukuze bangabi namthuthuzeli.
17 IZiyon izolulile izandla zayo.+ Ayinamthuthuzeli.+UYehova unikele umyalelo ngokuphathelele uYakobi kubo bonke abo bamjikelezileyo njengeentshaba zakhe.+IYerusalem iye yaba yinto eyenyanyekayo phakathi kwabo.+