Isaya 51:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akukho namnye omkhaphileyo kubo bonke oonyana+ abazeleyo, kungekho namnye ombambe ngesandla kubo bonke oonyana abakhulisileyo.+ Yeremiya 30:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bonke abo bakuthanda kakhulu ngabo kanye abakulibeleyo.+ Abafuni wena. Kuba ndikubethe ngokubethwa kotshaba,+ ngokubethwa kwalowo ukhohlakeleyo,+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho;+ izono zakho zininzi.+ IZililo 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukungahlambuluki kwayo kusemibhinqweni yayo.+ Ayilikhumbulanga ikamva layo,+Kwaye ihla ngendlela emangalisayo. Ayinamthuthuzeli.+Owu Yehova, khawubone ukuxhwaleka kwam,+ kuba utshaba luzigwagwisile.+
18 Akukho namnye omkhaphileyo kubo bonke oonyana+ abazeleyo, kungekho namnye ombambe ngesandla kubo bonke oonyana abakhulisileyo.+
14 Bonke abo bakuthanda kakhulu ngabo kanye abakulibeleyo.+ Abafuni wena. Kuba ndikubethe ngokubethwa kotshaba,+ ngokubethwa kwalowo ukhohlakeleyo,+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho;+ izono zakho zininzi.+
9 Ukungahlambuluki kwayo kusemibhinqweni yayo.+ Ayilikhumbulanga ikamva layo,+Kwaye ihla ngendlela emangalisayo. Ayinamthuthuzeli.+Owu Yehova, khawubone ukuxhwaleka kwam,+ kuba utshaba luzigwagwisile.+