Nehemiya 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bakhumbule,+ Thixo wam, ooTobhiya+ noSanebhalati, ngokuvumelana nezi zenzo zakhe ngamnye, kwanoNowadiya umprofetikazi nabanye abaprofeti+ ababezama ukundoyikisa ngokuqhubekayo. Isaya 49:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa utsho uYehova ukuthi: “Kwaneqela labathinjwa bendoda enamandla liya kuthatyathwa,+ nabo sele bethatyathwe nguzwilakhe baya kubaleka.+ Kwaye nabani na osukuzana nawe mna ndiya kusukuzana naye,+ noonyana bakho ndiya kubasindisa.+
14 Bakhumbule,+ Thixo wam, ooTobhiya+ noSanebhalati, ngokuvumelana nezi zenzo zakhe ngamnye, kwanoNowadiya umprofetikazi nabanye abaprofeti+ ababezama ukundoyikisa ngokuqhubekayo.
25 Kodwa utsho uYehova ukuthi: “Kwaneqela labathinjwa bendoda enamandla liya kuthatyathwa,+ nabo sele bethatyathwe nguzwilakhe baya kubaleka.+ Kwaye nabani na osukuzana nawe mna ndiya kusukuzana naye,+ noonyana bakho ndiya kubasindisa.+