INdumiso 89:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wena umtyumzile uRahabhi,+ wanjengobuleweyo.+Uzichithachithile iintshaba zakho ngengalo yamandla akho.+ Isaya 51:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Vuka, vuka, yambatha amandla,+ ngalo kaYehova!+ Vuka njengakwimihla yakudala, njengasebudeni bezizukulwana zamaxesha akudala.+ Asinguwe na lowo watshitshisa uRahabhi,+ owahlaba isilo esikhulu saselwandle?+
10 Wena umtyumzile uRahabhi,+ wanjengobuleweyo.+Uzichithachithile iintshaba zakho ngengalo yamandla akho.+
9 Vuka, vuka, yambatha amandla,+ ngalo kaYehova!+ Vuka njengakwimihla yakudala, njengasebudeni bezizukulwana zamaxesha akudala.+ Asinguwe na lowo watshitshisa uRahabhi,+ owahlaba isilo esikhulu saselwandle?+