Yohane 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Likhumbuleni ilizwi endalitsho kuni ndisithi, Ikhoboka alikho likhulu kunenkosi yalo. Ukuba banditshutshisile mna, baya kunitshutshisa nani;+ ukuba baligcinile ilizwi lam, baya kuligcina nelenu. Yohane 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa oku kukuze lizalisekiswe ilizwi elibhaliweyo eMthethweni wabo elithi, ‘Bandithiya ngaphandle kwesizathu.’+ 1 Petros 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+ 1 Petros 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa wayetshabhiswa,+ akazange aphindise atshabhise.+ Xa wayebandezeleka,+ akazange asongele, kodwa wahlala ezinikele kulowo+ ugweba ngobulungisa.
20 Likhumbuleni ilizwi endalitsho kuni ndisithi, Ikhoboka alikho likhulu kunenkosi yalo. Ukuba banditshutshisile mna, baya kunitshutshisa nani;+ ukuba baligcinile ilizwi lam, baya kuligcina nelenu.
25 Kodwa oku kukuze lizalisekiswe ilizwi elibhaliweyo eMthethweni wabo elithi, ‘Bandithiya ngaphandle kwesizathu.’+
21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+
23 Xa wayetshabhiswa,+ akazange aphindise atshabhise.+ Xa wayebandezeleka,+ akazange asongele, kodwa wahlala ezinikele kulowo+ ugweba ngobulungisa.