IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hebhere 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 kodwa simbona uYesu, ohliswe kancinane kuneengelosi,+ ethweswe uzuko+ nembeko ngenxa yokubandezeleka ekufeni,+ ukuze ngobubele obungasifanelanga bukaThixo angcamle ukufa ngenxa yabantu bonke.+

  • Hebhere 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+

  • Hebhere 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngoko ke xa engena ehlabathini uthi: “‘Akufunanga mbingelelo namnikelo,+ kodwa undilungiselele umzimba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share