Mateyu 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ukuze kuzaliseke oko kwathethwa ngoIsaya umprofeti, esithi: “Yena wazithabathela kuye izigulo zethu, wathwala izifo zethu.”+ Mateyu 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye, khangela! babemzisela umntu ofe umzimba elele emandlalweni.+ Ebona ukholo lwabo uYesu wathi kofe umzimba: “Yomelela, mntwana; izono zakho zixolelwe.”+ Mateyu 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye, khangela! nanko elandelwa ngumfazi owayebandezeleke iminyaka elishumi elinesibini lithombo legazi+ waza wachukumisa umphetho wesambatho sakhe sangaphezulu;+ Mateyu 9:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ke kaloku ekumkeni kwazo, khangela! abantu bamzisela umntu osisimumu onedemon;+ Luka 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ekuphenduleni uYesu wathi kubo: “Kwabo baphilileyo akufuneki gqirha,+ kodwa kwabo bagulayo uyafuneka.+
17 ukuze kuzaliseke oko kwathethwa ngoIsaya umprofeti, esithi: “Yena wazithabathela kuye izigulo zethu, wathwala izifo zethu.”+
2 Yaye, khangela! babemzisela umntu ofe umzimba elele emandlalweni.+ Ebona ukholo lwabo uYesu wathi kofe umzimba: “Yomelela, mntwana; izono zakho zixolelwe.”+
20 Yaye, khangela! nanko elandelwa ngumfazi owayebandezeleke iminyaka elishumi elinesibini lithombo legazi+ waza wachukumisa umphetho wesambatho sakhe sangaphezulu;+
31 Ekuphenduleni uYesu wathi kubo: “Kwabo baphilileyo akufuneki gqirha,+ kodwa kwabo bagulayo uyafuneka.+