Levitikus 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yothi ke ibhokhwe leyo izithwale zonke iziphoso zabo+ iye nazo ezweni eliyinkqantosi,+ aze apho ayindululele entlango.+ 1 Petros 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yena ngokwakhe wazithwala izono zethu+ ngomzimba wakhe esibondeni,+ ukuze singabi saba nanto yakwenza nezono+ size siphile ebulungiseni. Yaye “niye naphiliswa ngemivilambo yakhe.”+ 1 Yohane 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+
22 Yothi ke ibhokhwe leyo izithwale zonke iziphoso zabo+ iye nazo ezweni eliyinkqantosi,+ aze apho ayindululele entlango.+
24 Yena ngokwakhe wazithwala izono zethu+ ngomzimba wakhe esibondeni,+ ukuze singabi saba nanto yakwenza nezono+ size siphile ebulungiseni. Yaye “niye naphiliswa ngemivilambo yakhe.”+
2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+