INdumiso 69:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ukuzondelela indlu yakho ngokupheleleyo kundidlile,+Ungcikivo lwabo bakungcikivayo luphezu kwam.+ Isaya 53:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+ Efese 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ewe, sonke ngaxesha lithile sasikhe saziphatha ngokuvisisana neminqweno yenyama+ yethu siphakathi kwabo, sisenza izinto ezithandwa yinyama+ naziingcamango, yaye ngokwemvelo sasingabantwana bengqumbo+ njengabanye.
9 Kuba ukuzondelela indlu yakho ngokupheleleyo kundidlile,+Ungcikivo lwabo bakungcikivayo luphezu kwam.+
5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+
3 Ewe, sonke ngaxesha lithile sasikhe saziphatha ngokuvisisana neminqweno yenyama+ yethu siphakathi kwabo, sisenza izinto ezithandwa yinyama+ naziingcamango, yaye ngokwemvelo sasingabantwana bengqumbo+ njengabanye.