Mateyu 27:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngoko abadlulayo bamtshabhisa,+ behlunguzela+ iintloko zabo Mateyu 27:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngokukwanjalo nababingeleli abaziintloko kunye nababhali namadoda amakhulu bahlekisa ngaye besithi:+ Yohane 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke ngoko, uPilato wamthabatha uYesu waza wamtyakatya.+ 1 Petros 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa wayetshabhiswa,+ akazange aphindise atshabhise.+ Xa wayebandezeleka,+ akazange asongele, kodwa wahlala ezinikele kulowo+ ugweba ngobulungisa.
41 Ngokukwanjalo nababingeleli abaziintloko kunye nababhali namadoda amakhulu bahlekisa ngaye besithi:+
23 Xa wayetshabhiswa,+ akazange aphindise atshabhise.+ Xa wayebandezeleka,+ akazange asongele, kodwa wahlala ezinikele kulowo+ ugweba ngobulungisa.