Isaya 50:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndawunikela umhlana wam kubabethi, nezidlele zam+ kwabo baxhwitha iinwele. Andibufihlanga ubuso bam ehlazweni nasekutshicelweni.+ Mateyu 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 bamnikele kubantu beentlanga ukuze bahlekise ngaye, bamtyakatye, bambethelele,+ aze avuswe ngomhla wesithathu.”+ Mateyu 27:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko wabakhululela uBharabhas, kodwa wayalela ukuba uYesu atywatyushwe+ waza wamnikela ukuba abethelelwe.+ Marko 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngako oko uPilato, enqwenela ukwanelisa isihlwele,+ wabakhululela uBharabhas, yaye, emva kokuba uYesu etywatyushiwe, wamnikela ukuba abethelelwe.+ Luka 18:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 yaye emva kokumtyakatya+ baya kumbulala,+ kodwa ngomhla wesithathu uya kuvuka.”+
6 Ndawunikela umhlana wam kubabethi, nezidlele zam+ kwabo baxhwitha iinwele. Andibufihlanga ubuso bam ehlazweni nasekutshicelweni.+
19 bamnikele kubantu beentlanga ukuze bahlekise ngaye, bamtyakatye, bambethelele,+ aze avuswe ngomhla wesithathu.”+
26 Ngoko wabakhululela uBharabhas, kodwa wayalela ukuba uYesu atywatyushwe+ waza wamnikela ukuba abethelelwe.+
15 Ngako oko uPilato, enqwenela ukwanelisa isihlwele,+ wabakhululela uBharabhas, yaye, emva kokuba uYesu etywatyushiwe, wamnikela ukuba abethelelwe.+