IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 16:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Wothi ke uAron ayisondeze inkunzi yenkomo yomnikelo wesono, ongowakhe, azicamagushele yena nendlu yakhe; aze ayixhele inkunzi yenkomo yomnikelo wesono, ongowakhe.+

  • 2 Korinte 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye.

  • Hebhere 7:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Akuyomfuneko ngaye, njengoko kunjalo ngabo babingeleli bakhulu, ukuba anikele imibingelelo mihla le,+ kuqala ngenxa yezono zakhe+ kwanangenxa yezo zabantu:+ (kuba oku wakwenza kwaba kanye+ xa wazinikelayo+ yena ngokwakhe;)

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share