INdumiso 22:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Imbewu iya kumkhonza;+Iya kuvakalisa ngoYehova kwisizukulwana.+ INdumiso 110:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Abantu bakho+ baya kuzinikela ngokuvumayo+ ngemini yomkhosi wakho wamajoni.+Ngobungangamsha bobungcwele,+ ekuphumeni kwesifingo,Uneqela lakho labantu abaselula kanye njengamathontsi ombethe.+ Isaya 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+ 1 Korinte 15:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ngokukwanjalo kubhaliwe kwathiwa: “Umntu wokuqala uAdam waba ngumphefumlo ophilayo.”+ UAdam wokugqibela waba ngumoya+ onik’ ubomi.+ Hebhere 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Nokuthi: “Ndiya kukholosa ngaye.”+ Nokuthi: “Khangela! Mna nabantwana abaselula, abo uYehova andinike bona.”+
3 Abantu bakho+ baya kuzinikela ngokuvumayo+ ngemini yomkhosi wakho wamajoni.+Ngobungangamsha bobungcwele,+ ekuphumeni kwesifingo,Uneqela lakho labantu abaselula kanye njengamathontsi ombethe.+
6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+
45 Ngokukwanjalo kubhaliwe kwathiwa: “Umntu wokuqala uAdam waba ngumphefumlo ophilayo.”+ UAdam wokugqibela waba ngumoya+ onik’ ubomi.+
13 Nokuthi: “Ndiya kukholosa ngaye.”+ Nokuthi: “Khangela! Mna nabantwana abaselula, abo uYehova andinike bona.”+