INdumiso 22:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiphalazwe njengamanzi,+Yaye onke amathambo am ahlukanisiwe.+Intliziyo yam ifana nomthwebeba;+Inyibilikile ngaphakathi kum.+ Mateyu 26:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+ Hebhere 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, ekubeni “abantwana abaselula” bengabanesabelo kwigazi nenyama, naye ngokufanayo waba nenxaxheba kwezo zinto,+ ukuze ngokufa kwakhe+ amtshitshise+ lowo unamandla okubangela ukufa,+ oko kukuthi, uMtyholi;+ 1 Petros 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+
14 Ndiphalazwe njengamanzi,+Yaye onke amathambo am ahlukanisiwe.+Intliziyo yam ifana nomthwebeba;+Inyibilikile ngaphakathi kum.+
28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+
14 Ngoko ke, ekubeni “abantwana abaselula” bengabanesabelo kwigazi nenyama, naye ngokufanayo waba nenxaxheba kwezo zinto,+ ukuze ngokufa kwakhe+ amtshitshise+ lowo unamandla okubangela ukufa,+ oko kukuthi, uMtyholi;+
19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+