IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 8:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Nina niphuma kuyihlo uMtyholi,+ yaye nithanda ukwenza ngokweminqweno kayihlo.+ Yena wayesisibulala-mntu kwasekuqaleni,+ yaye akemi enyanisweni, kuba inyaniso ayikho kuye. Xa ethetha ubuxoki, uthetha ngokotyekelo lwakhe, kuba ulixoki noyise wabo ubuxoki.+

  • Yohane 12:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Kungoku ukugwetywa kwalo eli hlabathi; umlawuli weli hlabathi+ uza kuphoselwa phandle.+

  • ISityhilelo 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share