Mateyu 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 uNyana womntu weza esidla, esela,+ ukanti abantu bathi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni.’+ Noko kunjalo, ubulumko bungqineka bububulungisa ngemisebenzi yabo.”+ Marko 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngaphezu koko, abethelela abaphangi ababini kunye naye, omnye ngasekunene kwakhe yaye omnye ngasekhohlo kwakhe.+ Luka 22:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kuba ndithi kuni oku kubhaliweyo kumele kufezeke kum, okukoku, ‘Yaye wabalwa nabo bachas’ umthetho.’+ Kuba oko kuphathelele mna kuyafezwa.”+ Luka 23:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa nabanye abantu ababini, abenzi-bubi, babeqhutywa besiya kubulawa kunye naye.+
19 uNyana womntu weza esidla, esela,+ ukanti abantu bathi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni.’+ Noko kunjalo, ubulumko bungqineka bububulungisa ngemisebenzi yabo.”+
27 Ngaphezu koko, abethelela abaphangi ababini kunye naye, omnye ngasekunene kwakhe yaye omnye ngasekhohlo kwakhe.+
37 Kuba ndithi kuni oku kubhaliweyo kumele kufezeke kum, okukoku, ‘Yaye wabalwa nabo bachas’ umthetho.’+ Kuba oko kuphathelele mna kuyafezwa.”+