INdumiso 113:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uhlalisa umfazi oludlolo endlwini+Njengonina ovuyayo woonyana.+Dumisani uYa!+ Roma 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 yaye ngolu hlobo wonke uSirayeli+ uya kusindiswa. Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Umhlanguli uya kuza ephuma eZiyon+ aze alukhwelelise uqheliselo olungelolwabuthixo kuYakobi.+ Galati 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+ Galati 4:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kodwa yona iYerusalem+ ephezulu ikhululekile, yaye inguma wethu.+ ISityhilelo 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndaliva inani labo batywinwayo, ikhulu elinamashumi amane anesine lamawaka,+ abatywinwa bephuma kuzo zonke izizwe+ zoonyana bakaSirayeli:+
26 yaye ngolu hlobo wonke uSirayeli+ uya kusindiswa. Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Umhlanguli uya kuza ephuma eZiyon+ aze alukhwelelise uqheliselo olungelolwabuthixo kuYakobi.+
29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+
4 Ndaliva inani labo batywinwayo, ikhulu elinamashumi amane anesine lamawaka,+ abatywinwa bephuma kuzo zonke izizwe+ zoonyana bakaSirayeli:+