Isaya 54:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 “Memelela ngovuyo, wena mfazi uludlolo olungazaliyo!+ Chwayita umemelele ngovuyo uze udanduluke kabukhali,+ wena ungazange ube nenimba,+ kuba baninzi oonyana bophanzileyo kunoonyana bomfazi onendoda,”+ utsho uYehova. Roma 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+ Roma 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingengabo nabo bonke abangabantwana+ ngenxa nje yokuba beyimbewu ka-Abraham, kodwa kwathiwa: “Oko kuya kubizwa ngokuba ‘yimbewu yakho’ kuya kuba ngoIsake.”+
54 “Memelela ngovuyo, wena mfazi uludlolo olungazaliyo!+ Chwayita umemelele ngovuyo uze udanduluke kabukhali,+ wena ungazange ube nenimba,+ kuba baninzi oonyana bophanzileyo kunoonyana bomfazi onendoda,”+ utsho uYehova.
17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+
7 Ingengabo nabo bonke abangabantwana+ ngenxa nje yokuba beyimbewu ka-Abraham, kodwa kwathiwa: “Oko kuya kubizwa ngokuba ‘yimbewu yakho’ kuya kuba ngoIsake.”+