INdumiso 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+ Yeremiya 29:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngokuvisisana nokuzaliseka kweminyaka engamashumi asixhenxe eBhabhiloni ndiya kuphethulela ingqalelo yam kuni,+ kwaye ndiya kulimisela kuni ilizwi lam elilungileyo ngokunibuyisela kule ndawo.’+ ISityhilelo 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa yona intendelezo engaphandle+ kwengcwele yetempile, yiphosele phandle ngokupheleleyo ungayilinganisi, kuba inikelwe ezintlangeni,+ yaye ziya kusinyathela ngeenyawo isixeko+ esingcwele kangangeenyanga ezingamashumi amane anesibini.+
5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+
10 “Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngokuvisisana nokuzaliseka kweminyaka engamashumi asixhenxe eBhabhiloni ndiya kuphethulela ingqalelo yam kuni,+ kwaye ndiya kulimisela kuni ilizwi lam elilungileyo ngokunibuyisela kule ndawo.’+
2 Kodwa yona intendelezo engaphandle+ kwengcwele yetempile, yiphosele phandle ngokupheleleyo ungayilinganisi, kuba inikelwe ezintlangeni,+ yaye ziya kusinyathela ngeenyawo isixeko+ esingcwele kangangeenyanga ezingamashumi amane anesibini.+