Isaya 48:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Utsho uYehova, uMhlawuleli wakho,+ Lowo Ungcwele kaSirayeli, ukuthi:+ “Mna, Yehova, ndinguThixo wakho, Lowo ukufundisa okuyingenelo kuwe,+ Lowo ukubangela unyathele endleleni ofanele uhambe ngayo.+ Isaya 49:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+
17 Utsho uYehova, uMhlawuleli wakho,+ Lowo Ungcwele kaSirayeli, ukuthi:+ “Mna, Yehova, ndinguThixo wakho, Lowo ukufundisa okuyingenelo kuwe,+ Lowo ukubangela unyathele endleleni ofanele uhambe ngayo.+
26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+