Yeremiya 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova ke wolula isandla sakhe waza wachukumisa ngaso umlomo wam.+ Wandula ke uYehova wathi kum: “Yabona, ndibeke amazwi am emlonyeni wakho.+ Daniyeli 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wasuka othile ofana noonyana babantu wachukumisa imilebe yam,+ ndaza ndawuvula umlomo wam ndathetha+ ndathi kulowo wayemi phambi kwam: “Owu nkosi yam,+ lo mbono unditsho ndonganyelwa kukoyika, ndaphelelwa nangamandla.+
9 UYehova ke wolula isandla sakhe waza wachukumisa ngaso umlomo wam.+ Wandula ke uYehova wathi kum: “Yabona, ndibeke amazwi am emlonyeni wakho.+
16 Wasuka othile ofana noonyana babantu wachukumisa imilebe yam,+ ndaza ndawuvula umlomo wam ndathetha+ ndathi kulowo wayemi phambi kwam: “Owu nkosi yam,+ lo mbono unditsho ndonganyelwa kukoyika, ndaphelelwa nangamandla.+