Isaya 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndiya kukubuyisela abagwebi kwakhona njengasekuqaleni, nabacebisi bakho njengakuqala.+ Emva koko uya kubizwa ngokuba usisiXeko Sobulungisa, iDolophu Ethembekileyo.+ Isaya 60:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+ 2 Petros 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Thina ke silindele amazulu+ amatsha nomhlaba+ omtsha, ngokwesithembiso sakhe, apho kumi ubulungisa.+
26 Ndiya kukubuyisela abagwebi kwakhona njengasekuqaleni, nabacebisi bakho njengakuqala.+ Emva koko uya kubizwa ngokuba usisiXeko Sobulungisa, iDolophu Ethembekileyo.+
21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+
13 Thina ke silindele amazulu+ amatsha nomhlaba+ omtsha, ngokwesithembiso sakhe, apho kumi ubulungisa.+