Isaya 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+ Isaya 43:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 wonk’ ubani obizwa ngegama lam+ nendimdalele uzuko lwam,+ endimyilileyo, ewe, endimenzileyo.’+ Efese 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba siyimveliso yomsebenzi wakhe+ yaye sadalwa+ ngokumanyene+ noKristu Yesu ngenxa yemisebenzi elungileyo,+ leyo uThixo wayimisela kwangaphambili+ ukuba sihambe kuyo.
23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+
10 Kuba siyimveliso yomsebenzi wakhe+ yaye sadalwa+ ngokumanyene+ noKristu Yesu ngenxa yemisebenzi elungileyo,+ leyo uThixo wayimisela kwangaphambili+ ukuba sihambe kuyo.