INdumiso 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Lowo kanye uhleli emazulwini+ uya kuhleka;UYehova uya kubagculela.+ Isaya 41:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uya kuwafuna, kodwa ungawafumani, amadoda asukuzana nawe.+ Aya kuba njengento engekhoyo nanjengento engento+ amadoda enza imfazwe nawe.
12 Uya kuwafuna, kodwa ungawafumani, amadoda asukuzana nawe.+ Aya kuba njengento engekhoyo nanjengento engento+ amadoda enza imfazwe nawe.