INdumiso 42:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Eneneni umphefumlo wam unxanelwe uThixo,+ uThixo ophilayo.+Ndiya kuza nini na ndibonakale phambi koThixo?+ INdumiso 63:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikufuna.+Umphefumlo wam uyakunxanelwa.+Inyama yam ityhafile kukulangazelela wenaEmhlabeni owomileyo nobharhileyo, ekungekho manzi kuwo.+ Amosi 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Khangela! Kuza imihla,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘yaye ndiza kuthumela indlala elizweni, kungekhona indlala yesonka, kungekhona ukunxanelwa amanzi, kodwa kube kokokuva amazwi kaYehova.+ Mateyu 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Banoyolo abo balambela baze banxanelwe+ ubulungisa, kuba baya kuhluthiswa.+ ISityhilelo 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi kum kwakhona: “Kwenzekile! NdinguAlfa no-Omega, isiqalo nesiphelo.+ Nabani na onxaniweyo ndiya kumnika emthonjeni wamanzi obomi ngesisa.+
2 Eneneni umphefumlo wam unxanelwe uThixo,+ uThixo ophilayo.+Ndiya kuza nini na ndibonakale phambi koThixo?+
63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikufuna.+Umphefumlo wam uyakunxanelwa.+Inyama yam ityhafile kukulangazelela wenaEmhlabeni owomileyo nobharhileyo, ekungekho manzi kuwo.+
11 “‘Khangela! Kuza imihla,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘yaye ndiza kuthumela indlala elizweni, kungekhona indlala yesonka, kungekhona ukunxanelwa amanzi, kodwa kube kokokuva amazwi kaYehova.+
6 Wathi kum kwakhona: “Kwenzekile! NdinguAlfa no-Omega, isiqalo nesiphelo.+ Nabani na onxaniweyo ndiya kumnika emthonjeni wamanzi obomi ngesisa.+