1 Samuweli 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngalo lonke elo xesha inkwenkwe uSamuweli yayilungiselela+ kuYehova phambi koEli, yaye lalinqabile ilizwi elivela kuYehova+ ngaloo mihla;+ kwakungekho mbono+ usasazwa ngokubanzi. INdumiso 74:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Imiqondiso yethu asiyibonanga; akusekho mprofeti,+Kuthi akukho bani waziyo ukuba kuya kude kube nini na. Hezekile 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuya kuza inkxwaleko phezu kwenkxwaleko,+ kubekho ingxelo phezu kwengxelo, yaye abantu okunene baya kufuna umbono kumprofeti,+ nomthetho uya kutshabalala kumbingeleli necebo kwindoda ekhulileyo.+ Mateyu 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ekuphenduleni wathi: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.’”+
3 Ngalo lonke elo xesha inkwenkwe uSamuweli yayilungiselela+ kuYehova phambi koEli, yaye lalinqabile ilizwi elivela kuYehova+ ngaloo mihla;+ kwakungekho mbono+ usasazwa ngokubanzi.
9 Imiqondiso yethu asiyibonanga; akusekho mprofeti,+Kuthi akukho bani waziyo ukuba kuya kude kube nini na.
26 Kuya kuza inkxwaleko phezu kwenkxwaleko,+ kubekho ingxelo phezu kwengxelo, yaye abantu okunene baya kufuna umbono kumprofeti,+ nomthetho uya kutshabalala kumbingeleli necebo kwindoda ekhulileyo.+
4 Kodwa ekuphenduleni wathi: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.’”+