IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoweli 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Kuya kuthi ngaloo mini iintaba zivuze iwayini enencasa,+ zona kanye iinduli ziqukuqele ubisi, nemisinga yakwaYuda iqukuqele amanzi. Endlwini kaYehova kuya kuphuma umthombo,+ kwaye umele unkcenkceshele intlambo yeMithi Yomnga.+

  • 1 Korinte 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ndanondla ngobisi, kungekhona ngokutya,+ kuba naningekomeleli ngokwaneleyo. Enyanisweni, anikomeleli ngokwaneleyo nangoku,+

  • 1 Petros 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 yaye, njengeentsana ezisandul’ ukuzalwa,+ langazelelani ubisi olungangxengwanga+ lwelizwi, ukuze ngalo nikhulele elusindisweni,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share