IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 46:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+

  • 2 Timoti 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 baya kuyifulathela inyaniso, baphambukele kumabali obuxoki.+

  • Hebhere 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Musani ukuthabatheka ziimfundiso ezahlukahlukeneyo nezingaqhelekanga;+ kuba kuhle ukuba intliziyo inikwe ukuqina ngobubele obungasifanelanga,+ kungekhona ngezinto ezityiwayo,+ abathe abo bazixakekisa ngazo abangenelwa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share