INdumiso 106:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Banoyolo abo bagcina okusesikweni,+Abenza ubulungisa lonke ixesha.+ Luka 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kodwa yena wathi: “Hayi, kunoko, Banoyolo abo balivayo ilizwi likaThixo baze baligcine!”+