Duteronomi 29:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wagcineni ke amazwi alo mnqophiso niwenze, ukuze nibe nempumelelo kuyo yonk’ into eniyenzayo.+ INdumiso 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa oyoliswa ngumthetho kaYehova,+Efunda emthethweni wakhe ngesandi esiphantsi imini nobusuku.+ INdumiso 112:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 112 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Unoyolo umntu owoyika uYehova,+ב [Behth]Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+ INdumiso 119:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Banoyolo abo bagcina izikhumbuzo zakhe;+Bamfune ngentliziyo yonke.+ Isaya 56:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Unoyolo umntu ofayo okwenzayo oku,+ nonyana womntu obambelela kuko,+ ogcina isabatha ukuze angayihlambeli,+ nosigcinayo isandla sakhe ukuze angenzi naluphi na uhlobo lobubi.+ Mateyu 7:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Asingabo bonke abathi kum, ‘Nkosi, Nkosi,’ abaya kungena ebukumkanini bamazulu, kodwa ngulowo wenza+ ukuthanda kukaBawo osemazulwini oya kungena.+ Yakobi 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.
112 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Unoyolo umntu owoyika uYehova,+ב [Behth]Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+
2 Unoyolo umntu ofayo okwenzayo oku,+ nonyana womntu obambelela kuko,+ ogcina isabatha ukuze angayihlambeli,+ nosigcinayo isandla sakhe ukuze angenzi naluphi na uhlobo lobubi.+
21 “Asingabo bonke abathi kum, ‘Nkosi, Nkosi,’ abaya kungena ebukumkanini bamazulu, kodwa ngulowo wenza+ ukuthanda kukaBawo osemazulwini oya kungena.+
25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.