IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 18:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yinqaba eyomeleleyo+ igama likaYehova. Ilungisa libalekela kulo lize likhuseleke.+

  • Malaki 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kuba ukususela ekuphumeni kwelanga kuse ekutshoneni kwalo igama lam liya kuba likhulu phakathi kweentlanga,+ nasezindaweni zonke kuya kuqhunyiswa umbingelelo,+ kuya kwenziwa umnikelo egameni lam, ube sisipho esihlambulukileyo;+ ngenxa yokuba igama lam liya kuba likhulu phakathi kweentlanga,”+ utsho uYehova wemikhosi.

  • Marko 12:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangengqondo yakho iphela nangamandla akho ephela.’+

  • Yakobi 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Unoyolo umntu oqhubeka enyamezela isilingo,+ ngenxa yokuba akuba ekholekile uya kwamkela isithsaba sobomi,+ awabathembisa ngaso [uYehova] abo baqhubeka bemthanda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share