Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ Isaya 27:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuya kuthi ke ngaloo mini uYehova asivuthulule isiqhamo,+ ukususela kumsinga oqukuqelayo woMlambo+ kuse entlanjeni yaseYiputa,+ nicholwa-cholwe ngamnye ngamnye,+ nina bonyana bakaSirayeli. Hoseya 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngokuqinisekileyo oonyana bakaYuda noonyana bakaSirayeli baya kuqokelelana ndawonye ngomanyano+ yaye baya kuzimisela intloko enye baze banyuke baphume kwelo lizwe,+ ngenxa yokuba iya kuba nkulu imini yaseYizereli.+ Mateyu 24:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye uya kuthumela iingelosi zakhe zinesandi esikhulu sexilongo,+ zihlanganisele ndawonye abo banyuliweyo+ bakhe bevela koomoya abane,+ ukusuka kwesinye isiphelo samazulu ukusa kwesinye isiphelo sawo.
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
12 Kuya kuthi ke ngaloo mini uYehova asivuthulule isiqhamo,+ ukususela kumsinga oqukuqelayo woMlambo+ kuse entlanjeni yaseYiputa,+ nicholwa-cholwe ngamnye ngamnye,+ nina bonyana bakaSirayeli.
11 Ngokuqinisekileyo oonyana bakaYuda noonyana bakaSirayeli baya kuqokelelana ndawonye ngomanyano+ yaye baya kuzimisela intloko enye baze banyuke baphume kwelo lizwe,+ ngenxa yokuba iya kuba nkulu imini yaseYizereli.+
31 Yaye uya kuthumela iingelosi zakhe zinesandi esikhulu sexilongo,+ zihlanganisele ndawonye abo banyuliweyo+ bakhe bevela koomoya abane,+ ukusuka kwesinye isiphelo samazulu ukusa kwesinye isiphelo sawo.