IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 16:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Emantloko eendlela zonke wazakhela iindawo eziphakamileyo+ waza wabenza bayinto ecekisekayo ubuhle bakho+ neenyawo zakho wazithi naa kuye wonke odlulayo,+ wazandisa izenzo zobunongogo bakho.+

  • Hezekile 23:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Yaye waqhubeka etyhila izenzo zakhe zobunongogo kwaye etyhila nobuze bakhe,+ ngokokude umphefumlo wam uphethuke umke uzothekile kuye, kanye njengoko umphefumlo wam waphethuka wemka uzothekile kudade wabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share