Yeremiya 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 iqwarhashe+ eliqhele intlango, lisezela umoya+ ngokokunqwena komphefumlo walo; ngexesha lokukhwelwa kwalo, ngubani na onokulibuyisa? Bonke abo balifunayo abayi kuzidinisa. Baya kulifumana ngenyanga yalo. Hezekile 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko ke ndamnikela esandleni sabo bathandana naye,+ esandleni soonyana baseAsiriya, abo wayebakhanuka.+
24 iqwarhashe+ eliqhele intlango, lisezela umoya+ ngokokunqwena komphefumlo walo; ngexesha lokukhwelwa kwalo, ngubani na onokulibuyisa? Bonke abo balifunayo abayi kuzidinisa. Baya kulifumana ngenyanga yalo.
9 Ngoko ke ndamnikela esandleni sabo bathandana naye,+ esandleni soonyana baseAsiriya, abo wayebakhanuka.+