Genesis 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+ Roma 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nangoku kukho intsalela+ yabanyuliweyo+ ngobubele obungasifanelanga. Galati 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke kaloku izithembiso zenziwa kuAbraham+ nakwimbewu yakhe.+ Akuthiwa: “Nakwiimbewu,” njengakwimeko yezininzi, kodwa njengakwimeko yenye kuthiwa:+ “Nakwimbewu yakho,”+ enguKristu.+ Galati 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+
18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+
16 Ke kaloku izithembiso zenziwa kuAbraham+ nakwimbewu yakhe.+ Akuthiwa: “Nakwiimbewu,” njengakwimeko yezininzi, kodwa njengakwimeko yenye kuthiwa:+ “Nakwimbewu yakho,”+ enguKristu.+
29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+