Isaya 42:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Waqhubeka ke Yena ephalazela kuye ubushushu, umsindo wakhe, namandla emfazwe.+ Kwaye baqhubeka bemdla macala onke,+ kodwa akazange aphawule;+ baqhubeka bemtshisa, kodwa engakubekeli ntliziyo oko.+ Isaya 57:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Ilungisa litshabalele,+ kodwa akukho bani ukuthabathela ntliziyweni oko.+ Nabantu bobubele bothando bahlangiselwa ekufeni,+ ngoxa kungekho bani uqondayo ukuba ukususwa kwelungisa kungenxa yentlekele.+
25 Waqhubeka ke Yena ephalazela kuye ubushushu, umsindo wakhe, namandla emfazwe.+ Kwaye baqhubeka bemdla macala onke,+ kodwa akazange aphawule;+ baqhubeka bemtshisa, kodwa engakubekeli ntliziyo oko.+
57 Ilungisa litshabalele,+ kodwa akukho bani ukuthabathela ntliziyweni oko.+ Nabantu bobubele bothando bahlangiselwa ekufeni,+ ngoxa kungekho bani uqondayo ukuba ukususwa kwelungisa kungenxa yentlekele.+